IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+

  • Yeremiya 31:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+

  • Daniyeli 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Bamiselwe iiveki ezingamashumi asixhenxe abantu bakowenu+ nesixeko sakowenu esingcwele,+ zokuba kupheliswe ukunxaxha,+ ngokunjalo nesono sicinywe,+ sicanyagushelwe isiphoso,+ kubekho ubulungisa ukusa kwixesha elingenammiselo,+ kutywinwe+ umbono nomprofeti, neNgcwele yeeNgcwele ithanjiswe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share