10 Kodwa uEliya wayiphendula intloko yabangamashumi amahlanu wathi: “Eneneni, ukuba ndiyindoda yakwaThixo, makuhle umlilo+ emazulwini ukudle ukugqibe wena namashumi amahlanu akho.” Yaye kwehla umlilo emazulwini wayidla wayigqiba namashumi amahlanu ayo.+