Iziqulatho
Amangqina KaYehova
NGABANTU ABANJANI?
Isifundo 1-4
AmaNgqina kaYehova akumazwe angaphezu kwangama-240 kwaye aneemvelaphi ezahlukahlukeneyo. Yintoni eye yamanyanisa aba bantu bahluke kangaka? AmaNgqina kaYehova ngabantu abanjani?
UMSEBENZI WETHU
Isifundo 5-14
Umsebenzi wethu wokushumayela waziwa ehlabathini lonke. Sihlanganisana kwiiHolo ZoBukumkani ukuze sifunde iBhayibhile nokuze sinqule. Zinjani ezi ntlanganiso, kwaye ngubani omele aye kuzo?
INTLANGANO YETHU
Isifundo 15-28
Le ntlangano isehlabathini lonke nengafumani ngeniso, inabantu abakhonza uThixo ngokuzithandela. Ilungelelaniswe njani, yalathiswa yaye ixhaswa ngubani ngemali? Ngaba ngokwenene yenza ukuthanda kukaYehova namhlanje?