Iziqulatho
Agasti 15, 2012
© 2012 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI
KASEPTEMBA 24-30, 2012
IPHEPHA 3 • IINGOMA: 65, 2
KAOKTOBHA 1-7, 2012
Ukuziphatha Kwenu Makube Kokuzifaneleyo Iindaba Ezilungileyo!
IPHEPHA 11 • IINGOMA: 16, 98
KAOKTOBHA 8-14, 2012
IPHEPHA 20 • IINGOMA: 61, 25
KAOKTOBHA 15-21, 2012
Yimani Niqinile Nize Niyiphephe Imigibe KaSathana!
IPHEPHA 25 • IINGOMA: 32, 83
INJONGO YAMANQAKU AZA KUFUNDWA
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 3-7
UDaniyeli waprofeta wathi “ulwazi lokwenyaniso” luya kuba luninzi ‘ngexesha lesiphelo.’ (Dan. 12:4) Eli nqaku lichaza indlela esi siprofeto esiye sazaliseka ngayo ngendlela ephawulekayo. Likwanabo nobungqina bokuba uYesu uyabaxhasa abo bakhonza uYehova uThixo.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 2 IPHEPHA 11-15
Siza kufunda ukuba bangoobani ngokwenene abemi boBukumkani. Eli nqaku lichaza oko kufunekayo kubo. Libalaselisa nendlela ababonisa ngayo ukuba bayayithanda imilinganiselo kaYehova.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 3, 4 IPHEPHA 20-29
USathana usoloko esebenzisa amaqhinga afihlakeleyo ukuze alwenze buthathaka ukholo lwethu. La manqaku aza kuthetha ngendlela esinokuzikhusela ngayo kwimigibe yakhe emihlanu: ukungayilawuli indlela esithetha ngayo, ukoyika nengcinezelo, ukuziva unetyala ngokugqithiseleyo, ukuthanda ubunewunewu, nokulingelwa ukukrexeza.
KWAKULE NKUPHO
8 “Kukho Umvuzo Emsebenzini Wenu”
16 Intlanganiso Ebibalasele Ngomanyano Nezicwangciso Ezichulumancisayo
NGAPHANDLE: Umvakalisi woBukumkani ushumayela kumalusi kummandla waseBafatá eGuinea-Bissau
EGUINEA-BISSAU
ABEMI
1 515 000
ABAVAKALISI
120
IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE
389