IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/07 iphe. 2
  • Ucwangciso LweNtlanganiso Yenkonzo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso LweNtlanganiso Yenkonzo
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
  • Imixholwana
  • Iveki Eqala NgoMeyi 14
  • Iveki Eqala NgoMeyi 21
  • Iveki Eqala NgoMeyi 28
  • Iveki Eqala NgoJuni 4
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
km 5/07 iphe. 2

Ucwangciso LweNtlanganiso Yenkonzo

Iveki Eqala NgoMeyi 14

Ingoma 205

10 imiz: Izaziso zebandla lasekuhlaleni. Usebenzisa amacebiso akwiphepha 4 okanye ezinye iintshayelelo ezifanelekileyo kwintsimi yenu, bonisa indlela yokuhambisa IMboniselo kaMeyi 15 noVukani! kaMeyi.

20 imiz: Ukuxhasa Umsebenzi WoBukumkani Ekuhlaleni Nasehlabathini. Intetho enengxubusho nabaphulaphuli esekelwe kwincwadi ethi Ukwenza Ukuthanda KukaYehova Ngolungelelwano, isahluko 12.

15 imiz: “Unika Odiniweyo Amandla.”a Ukuba ixesha liyavuma, cela abaphulaphuli ukuba bagqabaze ngezibhalo ezibonisiweyo.

Ingoma 1 nomthandazo wokuqukumbela.

Iveki Eqala NgoMeyi 21

Ingoma 41

10 imiz: Izaziso zebandla lasekuhlaleni. Xubusha IBhokisi Yemibuzo.

15 imiz: Unako Ukufunda Olunye Ulwimi! Intetho esekelwe kuVukani! kaMatshi 2007, iphepha 10-12. Bethelela ukubaluleka kokufunda olunye ulwimi ngenjongo yokushumayela iindaba ezilungileyo.

20 imiz: “Ngaba Uyalimela ILizwi LikaThixo?”b Quka amagqabaza akwiibhokisi ezikwiphepha 143-4 lencwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli.

Ingoma 202 nomthandazo wokuqukumbela.

Iveki Eqala NgoMeyi 28

Ingoma 46

10 imiz: Izaziso zebandla lasekuhlaleni. Funda ingxelo yemali neeleta ezibulela iminikelo. Khumbuza abavakalisi ukuba bafake iingxelo zabo zenkonzo yasentsimini zikaMeyi. Usebenzisa amacebiso akwiphepha 4 okanye ezinye iintshayelelo ezifanelekileyo kwintsimi yenu, bonisa indlela yokuhambisa IMboniselo kaJuni 1 noVukani! kaJuni.

20 imiz: Hambisa Incwadi Ethi Ulonwabo Lwentsapho NgoJuni. Chaza ezinye iinkalo eziluncedo kule ncwadi, uze wenze umboniso wendlela yokuhambisa le ncwadi usebenzisa iintshayelelo ezisebenzayo kwintsimi yenu. Ukuba ixesha liyavuma, cela abaphulaphuli ukuba bagqabaze ngemiphumo emihle abaye bayifumana ngoxa besebenzisa le ncwadi kwabo babaqhelileyo okanye kwiintsapho zabo.

15 imiz: Amava Asentsimini. Balisa amava oovulindlela abangabancedani nabanye abavakalisi abaye bazibhokoxa entsimini ngoMatshi, ngoAprili nangoMeyi. Kwakhona balisa amava abo baye babuyela kubantu ababahambisele amaphephancwadi benosukelo lokuqalisa izifundo zeBhayibhile. Kunokwenziwa umboniso ube mnye okanye ibe mibini ngamava abangel’ umdla aye abaliswa.

ngoma 21 nomthandazo wokuqukumbela.

Iveki Eqala NgoJuni 4

Ingoma 99

10 imiz: Izaziso zebandla lasekuhlaleni. Khetha IZaziso ezithile kuBulungiseleli Bethu BoBukumkani.

15 imiz: Iimfuno zebandla lasekuhlaleni.

20 imiz: “Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Badumise UYehova.”c Xa ukwisiqendu 4, quka amagqabaza akuBulungiseleli Bethu BoBukumkani bukaJulayi 2005, iphepha 3.

Ingoma 169 nomthandazo wokuqukumbela.

[Imibhalo esemazantsi]

a Intshayelelo yakho mayibe ngaphantsi komzuzu, wandule ke ukubuza imibuzo.

b Intshayelelo yakho mayibe ngaphantsi komzuzu, wandule ke ukubuza imibuzo.

c Intshayelelo yakho mayibe ngaphantsi komzuzu, wandule ke ukubuza imibuzo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share