Ucwangciso Lweveki KaMeyi 23
IVEKI EQALA NGOMEYI 23
Ingoma 39 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 4, nebhokisi ekwiphe. 33 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: INdumiso 19–25 (10 imiz.)
No. 1: INdumiso 23:1–24:10 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba Onke AmaYuda Aya Kuguqulelwa Ekukholelweni KuKristu?—rs iphe. 414 ¶4–iphe. 415 ¶1 (5 imiz.)
No. 3: Aya Kuzaliseka Nini Yaye Njani AmaRoma 8:21? (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. “Indlela Yokusebenzisa Ifomu Ethi Nceda Ubuyele (S-43).” Ingxubusho.
10 imiz: Izinto Ezintathu Ezibalulekileyo Kwiintshumayelo Eziphumelelayo. Intetho esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 9, isiqendu 1. Emva kwengxubusho, bonisa indlela olunokuhanjiswa ngayo uncwadi lukaJuni.
15 imiz: Ngaba Uye Wayizama? Ingxubusho. Nikela intetho usebenzisa inkcazelo ekula manqaku oBulungiseleli BoBukumkani: “Lisebenzise Ngamaxesha Onke” nelithi “Ungcelele Lwamanqaku Endlela Yokuqalisa Izifundo ZeBhayibhile” (km 12/10) kwakunye nelithi “Uncedo Ezintsatsheni” (km 1/11). Cela abaphulaphuli ukuba bachaze indlela abaye bawasebenzisa ngayo amacebiso akula manqaku nendlela abaye bangenelwa ngayo.
Ingoma 56 Nomthandazo