Ucwangciso Lweveki KaNovemba 7
IVEKI EQALA NGONOVEMBA 7
Ingoma 131 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 12 ¶9-13, ibhokisi ekwiphe. 97 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: IMizekeliso 27-31 (10 imiz.)
No. 1: IMizekeliso 28:19–29:10 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Kutheni Ukuqiqa NgamaRoma 8:32 Kusiqinisekisa Ukuba Izithembiso ZikaThixo Ziya Kuzaliseka? (5 imiz.)
No. 3: Uzaliseke Njani ULuka 21:11 Ukususela Ngowe-1914?—rs iphe. 138 ¶1-3 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: Ukuphendula Imibuzo Ephathelele Utofelo-gazi. Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 123, isiqendu 1, ukusa kwiphepha 125, isiqendu 1. Yenza umboniso omfutshane kavulindlela ebuzwa omnye wale mibuzo kumsebenzi wendlu ngendlu aze awuphendule esebenzisa incwadi ethi Ukuqiqa.
10 imiz: Iimfuno zebandla.
10 imiz: UYehova Akayi Kubashiya Abantu Bakhe. (INdu. 94:14) Ingxubusho esekelwe Kwincwadi Yonyaka Yowama-2011, iphepha 215, isiqendu 1-2, nephepha 221, isiqendu 3, ukusa kwiphepha 222, isiqendu 5. Cela abaphulaphuli ukuba bagqabaze ngoko bakufundileyo.
Ingoma 110 Nomthandazo