Ucwangciso Lweveki KaNovemba 21
IVEKI EQALA NGONOVEMBA 21
Ingoma 53 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 13 ¶1-7, neebhokisi ezikwiphe. 100, 103 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: INtshumayeli 7-12 (10 imiz.)
No. 1: INtshumayeli 9:13–10:11 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Uthando Alunakhwele—1 Kor. 13:4 (5 imiz.)
No. 3: Umqondiso Wemihla Yokugqibela Uwachaphazela Njani AmaKristu Enyaniso?—rs iphe. 140 ¶1-2 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. Ibhokisi Yemibuzo. Intetho.
15 imiz: Ukutshutshiswa ngenxa yokunikela Ubungqina. (Luka 21:12, 13) Ingxubusho esekelwe Kwincwadi Yonyaka Yowama-2011, iphepha 153, isiqendu 1; iphepha 179, iziqendu 1-2; nephepha 203, isiqendu 2, ukuya kutsho ekupheleni kwephepha 204. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngezifundo abazifumeneyo apho.
10 imiz: Uncwadi Oluza kuhanjiswa NgoDisemba. Ingxubusho. Yithi gqabagqaba ngoko kuqulethwe luncwadi oluza kuhanjiswa, uze wenze umboniso omnye okanye emibini ngendlela yokuluhambisa.
Ingoma 35 Nomthandazo