Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 2
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 2, 2012
Ingoma 118 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 15 ¶1-7, ibhokisi ekwiphe. 116 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Isaya 24-28 (10 imiz.)
No. 1: Isaya 27:1-13 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ungaze Uyithandabuze Indlela Akuthanda Ngayo UYehova—Isa. 57:15 (5 imiz.)
No. 3: Iyintoni Injongo Yobomi Babantu?—rs iphe. 80 ¶3–iphe. 81 ¶4 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. Usebenzisa ezi ntshayelelo zikweli phepha, bonisa indlela yokuqalisa isifundo kuMgqibelo wokuqala kaJanuwari.
10 imiz: Iimfuno Zebandla.
15 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi NgoJanuwari. Ingxubusho. Kangangomzuzu omnye okanye emibini yithi gqabagqaba ngezinto ezinokubangela umdla eziqulethwe ngala maphephancwadi. Emva koko, usebenzisa iMboniselo, cela abaphulaphuli bacebise ngemibuzo ebangel’ umdla nesibhalo abanokusifunda. Yenza ngokufanayo nange nkupho kaVukani!, ukuba ixesha liyavuma. Khuthaza abavakalisi ukuba benze umgudu okhethekileyo wokuhambisa uVukani! kwintsimi yamashishini. Cela umveleli wenkonzo agqabaze ngamalungiselelo okwenza oku. Bonisa indlela inkupho nganye enokuhanjiswa ngayo. Kumboniso kaVukani! bonisa indlela anokuhanjiswa ngayo kwintsimi yamashishini.
Ingoma 86 Nomthandazo