Iziqulatho
February 2006
Ukwaluphala—Ukujamelana Nale Ngxaki
Ubani unokujamelana njani neengxaki ezibangelwa kukwaluphala? Apha sinamacebiso asenokukwenza ukwazi ukujamelana neengxaki zokwaluphala.
4 Ukujamelana Neengxaki Zokwaluphala
8 Uya Kuba Namandla Obutsha Ngonaphakade!
10 IiPilgrims NeePuritans—Zazingoobani?
21 Ukutyelela Iziko Lamalungu Omzimba Angengowamvelo
24 “Umlambo IThames”—Ilifa Elikhethekileyo LaseNgilani
IAlhambra—Isakhiwo SaseGranada Nesiluzuko LwamaSilamsi 14
Izigidi zabakhenkethi zikhe zatyelela ezi zakhiwo zizukileyo zamaSilamsi zaza zabona indlela ebalaseleyo amanzi asetyenziswe ngayo.
Ngaba Mnye Kuphela UThixo Oyinyaniso? 28
Abantu banqula oothixo abaninzi, kodwa ngaba kukho uThixo omnye oyinyaniso? Sikwazi njani oku?
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
J. A. Fernández/San Marcos