Iziqulatho
Februwari 2009
Umhlaba—Wadalelwa Ukuba Kuphilwe Kuwo
Yonke into engesijikelezi-langa uMhlaba ibonisa ukuba wenzelwa ukuba kuphilwe kuwo. Ngaba konke oku kwazivelela ngamabona-ndenzile okanye kwadalwa ngenjongo? Ithini inzululwazi neBhayibhile?
4 Umhlaba Ukweyona Ndawo Ifanelekileyo
6 Izikhuselo Zomhlaba Ezinamandla
8 Ilungiselelo Elikhethekileyo Elenzelwe Abantu
10 Xa Iintaka Zingqubeka Kwizakhiwo
25 Ukubetha Umlozi—Indlela Echuliweyo “Yokuthetha”
26 Unokuyiphucula Inkumbulo Yakho!
32 Unokuba Nguye Njani Umhlobo KaThixo?
Ndinokuhlangabezana Njani Nentlungu Yokwahlukana? 18
Xa omnye phakathi kwabantu ababini abathandanayo eluphelisa ulwalamano, omnye usenokukhathazeka gqitha. Funda ngendlela onokuhlangabezana ngayo nale ngxaki.
Idyslexia Ayikhange Ibe Ngumqobo 21
Funda ngebali elichukumisayo lendoda engumDatshi engazange ivumele idyslexia iyiyekise kusukelo lwayo.
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 2]
COVER: Earth: NASA/The Visible Earth (http://visibleearth.nasa.gov/); Sun: SOHO (ESA & NASA)