IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 9/14 iphe. 3
  • Okwenzeka Ehlabathini

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Okwenzeka Ehlabathini
  • Vukani!—2014
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Ehlabathini
  • EBritani
  • ETshayina
  • EYurophu
  • Ukuphathwa Kwamabhinqa Ngogonyamelo—Ingxaki Esehlabathini Lonke
    Vukani!—2008
  • Kodwa Ngaba Yeyokwenene?
    Vukani!—1992
  • Xa Kukho Ugonyamelo Ekhaya
    Vukani!—1993
  • UThixo Ulujonga Njani Ugonyamelo?
    Vukani!—2002
Khangela Okunye
Vukani!—2014
g 9/14 iphe. 3

OKWENZEKA EHLABATHINI

Ehlabathini

Ibhinqa elixhatshazwa liqabane lalo

Umbutho iWorld Health Organization (WHO) uthi ukuphathwa kakubi kwamabhinqa kuye kwaba “yingxaki yezempilo etyhutyha ihlabathi lonke. Ngokomlinganiselo kulindeleke ukuba i-35% yawo onke amabhinqa ichanabeke kule ngxaki enoba atshatile okanye akunjalo. I-30% yamabhinqa asehlabathini lonke . . . , iphathwa kakubi ngamaqabane awo.”

EBritani

Icawa

Kudliwano-ndlebe oluye lwenziwa kubantu abayi-64 303, i-79 pesenti icinga ukuba “lunqulo olubangele ukungonwabi nokungaboni ngasonye ehlabathini namhlanje.” Ngaphezu koko, xa kwakubalwa abantu eNgilani naseWales ngo-2011 kwafumaniseka ukuba i-72 pesenti yabo babezibiza ngokuba ngamaKristu ngo-2001 yehlile ngoku yaya kutsho kwi-59 pesenti. Kwangaxeshanye, lantinga inani labo bangazidibanisiyo nonqulo, ukusuka kwi-15 ukuya kutsho kwi-25 pesenti.

ETshayina

Abazali abalupheleyo bamaTshayina

Ngokutsho kwamajelo eendaba, umthetho ohlaziyiweyo uthi, kulindeleke ukuba abantu abanabazali abalupheleyo bangayi kubabona nje kuphela, kodwa bababonise ‘uthando nenkathalo.’ “Akukho sohlwayo sibekiweyo” kubantu abawaphulayo lo mthetho.

EYurophu

Counterfeit goods

Ngoku amaqela ezaphuli-mthetho akopa izinto ezisetyenziswa imihla ngemihla njengezinto zokuthambisa, ezokucoca, nokutya oku kwembala, aze enze ezomgunyathi. Umongameli wenye inkampani ehlola ukutya uthi: “Nantoni na ethengisekayo, nokuba kungemadlana encinci, isecicini lokukotshwa, kwenziwe eyomgunyathi.” Enye ingcali iqikelela ukuba i-10 pesenti yokutya okuthengwa kumazwe afumileyo kungxengiwe.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share