UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISAYA 24-28
UYehova Uyabakhathalela Abantu Bakhe
UYehova usenzele amalungiselelo amaninzi asinceda somelele elukholweni.
“UYehova wemikhosi uya kwenzela zonke izizwana, isidlo”
Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile, xa abantu besitya kunye babebonisa ukuba bahlelisene ngoxolo kwaye ngabahlobo
‘Esineoli eninzi ezaliswe ngumongo, sewayini egcinwe ngeentsipho, yahluzwa’
Isidlo esineoli newayini ehluziweyo zifanekisela amalungiselelo esiwenzelwa nguYehova okuba somelele elukholweni