-
Ucwangciso Lweveki KaMeyi 23Ubulungiseleli BoBukumkani—2011 | Meyi
-
-
Ucwangciso Lweveki KaMeyi 23
IVEKI EQALA NGOMEYI 23
Ingoma 39 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 4, nebhokisi ekwiphe. 33 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: INdumiso 19–25 (10 imiz.)
No. 1: INdumiso 23:1–24:10 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba Onke AmaYuda Aya Kuguqulelwa Ekukholelweni KuKristu?—rs iphe. 414 ¶4–iphe. 415 ¶1 (5 imiz.)
No. 3: Aya Kuzaliseka Nini Yaye Njani AmaRoma 8:21? (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. “Indlela Yokusebenzisa Ifomu Ethi Nceda Ubuyele (S-43).” Ingxubusho.
10 imiz: Izinto Ezintathu Ezibalulekileyo Kwiintshumayelo Eziphumelelayo. Intetho esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 9, isiqendu 1. Emva kwengxubusho, bonisa indlela olunokuhanjiswa ngayo uncwadi lukaJuni.
15 imiz: Ngaba Uye Wayizama? Ingxubusho. Nikela intetho usebenzisa inkcazelo ekula manqaku oBulungiseleli BoBukumkani: “Lisebenzise Ngamaxesha Onke” nelithi “Ungcelele Lwamanqaku Endlela Yokuqalisa Izifundo ZeBhayibhile” (km 12/10) kwakunye nelithi “Uncedo Ezintsatsheni” (km 1/11). Cela abaphulaphuli ukuba bachaze indlela abaye bawasebenzisa ngayo amacebiso akula manqaku nendlela abaye bangenelwa ngayo.
Ingoma 56 Nomthandazo
-
-
Ucwangciso Lweveki KaMeyi 30Ubulungiseleli BoBukumkani—2011 | Meyi
-
-
Ucwangciso Lweveki KaMeyi 30
IVEKI EQALA NGOMEYI 30
Ingoma 33 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 4 ¶5-12 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: INdumiso 26–33 (10 imiz.)
No. 1: INdumiso 31:9-24 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Imizekelo YeBhayibhile Yokuthobeka (5 imiz.)
No. 3: Ngaba Kuyimfuneko NgamaYuda Ukuba Nokholo KuYesu Ukuze Asindiswe?—rs iphe. 415 ¶2 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. Usebenzisa intshumayelo ekwiphepha 4, bonisa indlela esinokuqaliswa ngayo isifundo kuMgqibelo wokuqala kaJuni. Bakhuthaze bonke ukuba babe nenxaxheba.
15 imiz: Indlela Yokwenza Uphando. Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 33-38. Yiba nomboniso womvakalisi ethetha yedwa esebenzisa izixhobo zokwenza uphando ukuze afumane impendulo yombuzo obubuzwe entsimini.
10 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi NgoJuni. Ingxubusho. Kangangomzuzu okanye emibini yithi gqaba-gqaba ngoko kuqulethwe ngala maphephancwadi. Emva koko khetha amanqaku amabini okanye amathathu, uze ucele abaphulaphuli ukuba bachaze imibuzo nezibhalo abacinga ukuzisebenzisa. Yenza umboniso wendlela anokuhanjiswa ngayo.
Ingoma 113 Nomthandazo
-
-
Indlela Yokusebenzisa Ifomu Ethi Nceda Ubuyele (S-43)Ubulungiseleli BoBukumkani—2011 | Meyi
-
-
Indlela Yokusebenzisa Ifomu Ethi Nceda Ubuyele (S-43)
Le fomu ufanele uyizalise xa ufumana umntu onomdla ongahlali kwintsimi yenu okanye othetha ulwimi lwasemzini. Nangona besikade siyisebenzisa xa sidibana nomntu othetha ulwimi lwasemzini, enoba unomdla okanye akunjalo, ngoku siyisebenzisa xa sithethe nomntu onomdla kuphela, ngaphandle kokuba sidibana nomntu osisithulu. Ukuba sidibana nomntu osisithulu, enoba unomdla okanye akunjalo, sifanele siyizalise le fomu.
Simele senze ntoni emva kokuba siyizalisile? Sifanele siyinike unobhala webandla. Ukuba uyalazi ibandla afanele ayithumele kulo, unokuyithumela kubadala belo bandla ukuze bakwazi ukumnceda loo mntu. Ukuba akalazi ibandla anokuyithumela kulo, ufanele ayithumele kwiofisi yesebe.
Ukuba loo mntu unomdla uthetha ulwimi lwasemzini yaye uhlala kwintsimi yakho, unokuqhubeka ubuyela kuye ukuze umdla wakhe ungapheli de adibane nomvakalisi okwibandla elithetha ulwimi lwakhe.—Funda Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani bukaNovemba 2009, iphepha 4.
-