IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wayibeka uAron phambi kweSingqino+ ukuba igcinwe, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • Eksodus 31:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akugqiba ukuthetha naye eNtabeni yeSinayi wamnika uMoses amacwecwe amabini eSingqino,+ amacwecwe amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo.+

  • Eksodus 40:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+

  • Numeri 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi ke ngoko uYehova kuMoses: “Yibuyisele intonga ka-Aron+ phambi kweSingqino ukuze igcinwe njengomqondiso+ koonyana bemvukelo,+ kuze kupheliswe ukundimbombozelela kwabo, ukuze bangafi.”

  • Duteronomi 31:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Yithabatheni incwadi yalo mthetho,+ niyibeke ecaleni kwetyeya+ yomnqophiso kaYehova uThixo wenu, ibe lingqina khona nxamnye nani.+

  • 1 Kumkani 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwakungekho nto kwiTyeya ngaphandle kwamacwecwe amabini+ amatye awayebekwe nguMoses+ apho eHorebhe, xa uYehova wenza umnqophiso+ noonyana bakaSirayeli ngoxa babephuma kwilizwe laseYiputa.+

  • Hebhere 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share