Eksodus 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+ Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+ 1 Samuweli 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+ INdumiso 80:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+
22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+
80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+