Eksodus 28:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uze ufake elubengweni lwesigwebo iUrim+ neTumim, zibe phezu kwentliziyo ka-Aron ekungeneni kwakhe phambi koYehova; azithwale rhoqo uAron izigwebo+ zoonyana bakaSirayeli phezu kwentliziyo yakhe phambi koYehova. Levitikus 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wandula ke wamfaka ubengo+ waza elubengweni olo wafaka iUrim neTumim.+ Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” Duteronomi 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 NgoLevi wathi:+ “IiTumim zakho neeUrim zakho+ zezomntu onyanisekileyo kuwe,+Owamvavanyayo eMasa.+Wasukuzana naye emanzini aseMeribha,+ 1 Samuweli 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+
30 Uze ufake elubengweni lwesigwebo iUrim+ neTumim, zibe phezu kwentliziyo ka-Aron ekungeneni kwakhe phambi koYehova; azithwale rhoqo uAron izigwebo+ zoonyana bakaSirayeli phezu kwentliziyo yakhe phambi koYehova.
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”
8 NgoLevi wathi:+ “IiTumim zakho neeUrim zakho+ zezomntu onyanisekileyo kuwe,+Owamvavanyayo eMasa.+Wasukuzana naye emanzini aseMeribha,+ 1 Samuweli 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+
6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+