Eksodus 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+ Numeri 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nifake umlilo kuzo nize nibeke nesiqhumiso phezu kwazo phambi koYehova ngomso, yaye kothi umntu athe uYehova wamnyula,+ abe ngcwele yena. Kwanele ngani, nina nyana bakaLevi!”+ 2 Kumkani 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+
22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+
7 nifake umlilo kuzo nize nibeke nesiqhumiso phezu kwazo phambi koYehova ngomso, yaye kothi umntu athe uYehova wamnyula,+ abe ngcwele yena. Kwanele ngani, nina nyana bakaLevi!”+
15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+