IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wathi uYehova kuMoses: “Uya kukubona ngoku oko ndiya kukwenza kuFaro,+ kuba ngesandla esomeleleyo ndiya kumenza abandulule ndize ngesandla esomeleleyo ndimenze abagxothe ezweni lakhe.”+

  • Eksodus 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova wathi kuMoses: “Ndisaya kuzisa esinye isibetho phezu koFaro neYiputa. Emva koko wonindulula nimke apha.+ Ekunindululeni kwakhe ngokupheleleyo, uya kunigxotha niphume niphele apha.+

  • Eksodus 12:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 AmaYiputa ayebabongoza abantu ukuba bakhawulezise ukubandulula+ kwelo lizwe, kuba ayesithi, “sesifana nje nabafileyo!”+

  • INdumiso 105:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 IYiputa yaba nemihlali ukuphuma kwabo,

      Kuba ukunkwantyisa kwabo kwawafikela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share