Eksodus 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Noko ke, uMoses wathetha phambi koYehova, wathi: “Khangela! Oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga;+ uya kundiphulaphula njani ke yena uFaro,+ ndingomilebe ingalukanga nje?”+ 2 Samuweli 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Nkosi enguMongami Yehova? Iyintoni na yona indlu yam ukuba undibeke kwindawo ondibeke kuyo? Yeremiya 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+
12 Noko ke, uMoses wathetha phambi koYehova, wathi: “Khangela! Oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga;+ uya kundiphulaphula njani ke yena uFaro,+ ndingomilebe ingalukanga nje?”+
18 UKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Nkosi enguMongami Yehova? Iyintoni na yona indlu yam ukuba undibeke kwindawo ondibeke kuyo?
6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+