7 ukungenisa kwenu abasemzini abangalukanga entliziyweni nabangalukanga enyameni,+ ukuze babe sengcweleni yam khon’ ukuze ihlanjelwe, yona kanye indlu yam; xa ninikela isonka sam,+ amanqatha+ negazi,+ ngoxa besaphula umnqophiso wam ngenxa yazo zonke izinto zenu ezicekisekayo.+