ABagwebi 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+ 2 Samuweli 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Noko ke, yena wathi kuye: “Hayi, mntakwethu! Musa ukundithoba;+ kuba akuqhelekanga ukwenza ngaloo ndlela kwaSirayeli.+ Musa ukubenza obu budenge bulihlazo.+
6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+
12 Noko ke, yena wathi kuye: “Hayi, mntakwethu! Musa ukundithoba;+ kuba akuqhelekanga ukwenza ngaloo ndlela kwaSirayeli.+ Musa ukubenza obu budenge bulihlazo.+