IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko uYehova wathi kuNowa: “Ngena, wena nayo yonke indlu yakho,+ emkhombeni, kuba nguwe endimbone elilungisa phambi kwam phakathi kwesi sizukulwana.+

  • 1 Samuweli 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 NoDavide ke ngokuqhubekayo wayesenza ngokunengqiqo+ kuzo zonke iindlela zakhe, kwaye uYehova wayenaye.+

  • 2 Kronike 31:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye uHezekiya wenza ngolo hlobo kuye wonke uYuda, yaye waqhubeka esenza okulungileyo+ nokufanelekileyo+ nokuthembekileyo+ phambi kukaYehova uThixo wakhe.

  • IMizekeliso 3:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba umntu otenxayo+ uyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa ukusondelelana naye kokwabo bathe tye.+

  • Isaya 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yithini kuya kuba kuhle ngalowo ulilungisa,+ kuba aya kudla isiqhamo sezenzo zawo.+

  • Luka 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bobabini babengamalungisa+ phambi koThixo ngenxa yokuhamba ngokungenakusoleka+ ngokuvumelana nayo yonke imiyalelo+ neemfuneko ezisemthethweni+ zikaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share