Levitikus 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+ Yoshuwa 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye zonke izixeko zabo kumkani nabo bonke ookumkani bazo uYoshuwa wabathimba waza wabaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Wabatshabalalisa,+ kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayeyalele.+ Yoshuwa 24:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Naza nawela iYordan+ naya kufika eYeriko.+ Kwaye abanini-mhlaba eYeriko, ama-Amori namaPerizi namaKanan namaHiti namaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani; kodwa ndawanikela esandleni senu.+
12 Yaye zonke izixeko zabo kumkani nabo bonke ookumkani bazo uYoshuwa wabathimba waza wabaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Wabatshabalalisa,+ kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayeyalele.+
11 “‘Naza nawela iYordan+ naya kufika eYeriko.+ Kwaye abanini-mhlaba eYeriko, ama-Amori namaPerizi namaKanan namaHiti namaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani; kodwa ndawanikela esandleni senu.+