19 Kwaye umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ehle aye eAshkelon,+ waxabela amadoda angamashumi amathathu awo waza wathabatha oko wayewahlube kona waya kunika abo babexele iqhina izinxibo.+ Yaye waqhubeka uvutha umsindo wakhe, waza wenyuka waya endlwini kayise.