INdumiso 112:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+ צ [Tsa·dhehʹ]Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ק [Qohph]Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+ IMizekeliso 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Oneliso elinobubele uya kusikelelwa, kuba ukunika isisweli ukutya kwakhe.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+ Hezekile 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kungekho ndoda ayidlakazelisayo;+ isibambiso awasithabathayo ngenxa yetyala, esibuyisa;+ engahluthanga nto ngokuphanga;+ olambileyo emnika esakhe isonka+ nohamba ze emgubungela ngesambatho;+
9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+ צ [Tsa·dhehʹ]Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ק [Qohph]Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
7 kungekho ndoda ayidlakazelisayo;+ isibambiso awasithabathayo ngenxa yetyala, esibuyisa;+ engahluthanga nto ngokuphanga;+ olambileyo emnika esakhe isonka+ nohamba ze emgubungela ngesambatho;+