Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” 1 Samuweli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.” 1 Samuweli 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko ngamana uThixo angenjenje kwiintshaba zikaDavide aze enjenjalo ukongeza+ ukuba ndishiye nabani na ochamela eludongeni+ kubo bonke abakhe kwada kwaba kusasa.”+ 2 Samuweli 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ngamana uThixo angenjenje kuAbhinere aze ongezelele ukwenjenjalo,+ ukuba, kanye njengoko uYehova wamfungelayo uDavide,+ leyo asiyondlela endiya kwenza ngayo kuye,
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.”
22 Ngoko ngamana uThixo angenjenje kwiintshaba zikaDavide aze enjenjalo ukongeza+ ukuba ndishiye nabani na ochamela eludongeni+ kubo bonke abakhe kwada kwaba kusasa.”+
9 Ngoko ngamana uThixo angenjenje kuAbhinere aze ongezelele ukwenjenjalo,+ ukuba, kanye njengoko uYehova wamfungelayo uDavide,+ leyo asiyondlela endiya kwenza ngayo kuye,