IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+

  • 2 Samuweli 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+

      Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.”

  • 2 Samuweli 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share