2 Samuweli 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+ 1 Kumkani 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+ 1 Kronike 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+ Hezekile 25:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ke ngoko itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndisolulela kumaFilisti isandla sam,+ yaye ndiza kuwanqumla amaKereti+ ndize ndibatshabalalise bonke abaselunxwemeni lolwandle.+ Zefaniya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Yeha abo bangabemi kummandla wolwandle, uhlanga lwamaKereti!+ Ilizwi likaYehova linxamnye nani. Nawe Kanan, ilizwe lamaFilisti, ndiza kukutshabalalisa, ukuze kungabikho mmi.+
18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+
38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+
17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+
16 ke ngoko itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndisolulela kumaFilisti isandla sam,+ yaye ndiza kuwanqumla amaKereti+ ndize ndibatshabalalise bonke abaselunxwemeni lolwandle.+
5 “Yeha abo bangabemi kummandla wolwandle, uhlanga lwamaKereti!+ Ilizwi likaYehova linxamnye nani. Nawe Kanan, ilizwe lamaFilisti, ndiza kukutshabalalisa, ukuze kungabikho mmi.+