IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 21:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Emva koko watyala umthi wetamariske eBher-shebha waza wabiza khona egameni likaYehova+ uThixo ohlala ngokungenammiselo.+

  • 1 Samuweli 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Weva uSawule ukuba ufunyenwe uDavide namadoda awayenaye, ngoxa uSawule wayehleli eGibheya phantsi komthi wetamariske+ kwindawo ephakamileyo nomkhonto wakhe+ usesandleni sakhe nabo bonke abakhonzi bakhe bemi ngakuye.

  • 1 Kronike 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko esuka onke madoda anobukroti asithabatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe azisa eYabhashe aza awangcwaba amathambo abo phantsi komthi omkhulu+ eYabheshe;+ azila+ ke ukutya kangangeentsuku ezisixhenxe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share