IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 23:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+

      Akanyana waluntu ukuba azisole.+

      Etshilo nje yena akayi kwenza na,

      Ethethile nje akayi kuphumeza na?+

  • 1 Samuweli 2:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Khangela! Kuza imihla endiya kuthi ngokuqinisekileyo ndiyinqumle ingalo yakho nengalo yendlu kakhokho wakho, ukuze kungabikho ndoda endala endlwini yakho.+

  • Isaya 46:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Lowo ubiza intaka edla inyama empumalanga,+ nomntu wokuphumeza icebo lam kwilizwe elikude.+ Ndikuthethile oko; yaye ndiya kukuzisa.+ Ndikuyilile, yaye ndiya kukwenza.+

  • Isaya 55:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+

  • Zekariya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ngokubhekisele kumazwi am nemimiselo yam endayiyalela abakhonzi bam, abaprofeti,+ ayizange ibafumane na ooyihlo?’+ Ngoko babuya baza bathi: ‘Kanye njengoko uYehova wemikhosi wayecinge ukwenza kuthi,+ wenze kuthi ngokweendlela zethu nangokwezenzo zethu.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share