-
1 Samuweli 4:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
18 Kwathi ke ngomzuzu wokukhankanya kwakhe ityeya kaTHIXO oyinyaniso, waqala ukuwela ngasemva esihlalweni ecaleni kwesango, nentamo yakhe yaphuka waza wafa, ngenxa yokuba indoda le yayindala kwaye inzima; yona ke yayingumgwebi wakwaSirayeli iminyaka engamashumi amane.
-