Ezra 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda. Isaya 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+ Isaya 48:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Qokelelanani ndawonye, nonke, nize nive.+ Ngubani na phakathi kwabo oxele ezi zinto? UYehova umthandile.+ Uya kwenza oko kumyolisayo eBhabhiloni,+ nengalo yakhe iya kuba phezu kwamaKhaledi.+
2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda.
28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+
14 “Qokelelanani ndawonye, nonke, nize nive.+ Ngubani na phakathi kwabo oxele ezi zinto? UYehova umthandile.+ Uya kwenza oko kumyolisayo eBhabhiloni,+ nengalo yakhe iya kuba phezu kwamaKhaledi.+