IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 27:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “‘Kuphela nje makungabikho nanye into enikelweyo emele ithengiswe, athe umntu wayithabatha ezintweni zakhe zonke waza wayinikela kuYehova ukuze itshatyalaliswe,+ enoba ngumntu okanye sisilo okanye yintsimi elilifa lakhe, yaye makungabikho nanye into enikelweyo ethi ithengwe kwakhona.+ Iyeyona nto ingcwele kuYehova.

  • Yoshuwa 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye oonyana bakaSirayeli abanakukwazi ukumelana neentshaba zabo.+ Baya kuzinikela umva iintshaba zabo, ngenxa yokuba baye bayinto enikelwe kwintshabalalo. Andiyi kuba nani kwakhona ngaphandle kokuba niyibhubhise phakathi kwenu into enikelwe kwintshabalalo.+

  • 1 Samuweli 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ekugqibeleni uSawule wathi: “Sondezani kum umbingelelo otshiswayo nemibingelelo yobudlelane.” Wanikela umbingelelo otshiswayo.+

  • IMizekeliso 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+

  • IMizekeliso 14:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kukho indlela ethe tye phambi komntu,+ kodwa emva koko ziindlela zokufa.+

  • IMizekeliso 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Igama lalowo uzivuthisa ngomsindo wokuzikhukhumalisa ngumgwagwisi onekratshi nozidlayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share