Levitikus 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+ 1 Kumkani 20:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ke kaloku wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uyiyeke yahamba indoda ebinikelwe kum ukuze itshabalale,+ umphefumlo wakho umele uthabathele indawo umphefumlo wayo,+ nabantu bakho indawo yabantu bayo.’”+ Yeremiya 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!
42 Ke kaloku wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uyiyeke yahamba indoda ebinikelwe kum ukuze itshabalale,+ umphefumlo wakho umele uthabathele indawo umphefumlo wayo,+ nabantu bakho indawo yabantu bayo.’”+
10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!