1 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe. 1 Samuweli 14:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+ 1 Samuweli 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+ 2 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.” 2 Samuweli 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukumkani waba nemfesane kuMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo+ sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.
22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe.
49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+
18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+
4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”
7 Noko ke, ukumkani waba nemfesane kuMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo+ sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.