IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndaza mna ndakubona konke ukusebenza nzima nabo bonke ubugcisa emsebenzini,+ oko kuthetha ukusukuzana omnye nomnye;+ kwanako oko kungamampunge nokusukelana nomoya.

  • Luka 22:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Noko ke, kwavela nempikiswano eshushu phakathi kwabo mayela nokuba nguwuphi na kubo obonakala engoyena mkhulu.+

  • Luka 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+

  • Galati 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Masingazigwagwisi, sikhuphisana,+ simonelana.+

  • Filipi 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share