1 Samuweli 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku uMikali,+ intombi kaSawule, wayethandana noDavide, kwaza kwaxelwa oko kuSawule, wawuthanda loo mbandela. 1 Samuweli 25:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke yena uSawule, wathabatha uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, owayengowaseGalim.+ 2 Samuweli 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokubhekele phaya, uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, endamgana ngekhulu lamajwabi+ amaFilisti.” 2 Samuweli 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko, uMikali yena,+ intombi kaSawule, akazange abe namntwana kwada kwangumhla wokufa kwakhe.
20 Ke kaloku uMikali,+ intombi kaSawule, wayethandana noDavide, kwaza kwaxelwa oko kuSawule, wawuthanda loo mbandela.
44 Ke yena uSawule, wathabatha uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, owayengowaseGalim.+
14 Ngokubhekele phaya, uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, endamgana ngekhulu lamajwabi+ amaFilisti.”