1 Samuweli 14:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+ 1 Samuweli 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva uSawule wathumela+ abathunywa endlwini kaDavide ukuba bayilinde nokuze abulawe kusasa;+ kodwa uMikali umfazi wakhe wamxelela uDavide, esithi: “Ukuba akuwubalekisi umphefumlo wakho ngobu busuku, ngomso uya kuba ngofileyo.” 1 Samuweli 25:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke yena uSawule, wathabatha uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, owayengowaseGalim.+ 2 Samuweli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi yena: “Kulungile! Mna ndiya kuwenza nawe umnqophiso. Inye kuphela into endiyicelayo kuwe, ndisithi, ‘Akunakububona ubuso bam+ ngaphandle kokuba kuqala uzise uMikali,+ intombi kaSawule, xa uze kubona ubuso bam.’” 2 Samuweli 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+ 1 Kronike 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi ke, yakufika ityeya yomnqophiso+ kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide edloba ebhiyoza;+ yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.
49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+
11 Kamva uSawule wathumela+ abathunywa endlwini kaDavide ukuba bayilinde nokuze abulawe kusasa;+ kodwa uMikali umfazi wakhe wamxelela uDavide, esithi: “Ukuba akuwubalekisi umphefumlo wakho ngobu busuku, ngomso uya kuba ngofileyo.”
44 Ke yena uSawule, wathabatha uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, owayengowaseGalim.+
13 Wathi yena: “Kulungile! Mna ndiya kuwenza nawe umnqophiso. Inye kuphela into endiyicelayo kuwe, ndisithi, ‘Akunakububona ubuso bam+ ngaphandle kokuba kuqala uzise uMikali,+ intombi kaSawule, xa uze kubona ubuso bam.’”
16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+
29 Kwathi ke, yakufika ityeya yomnqophiso+ kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide edloba ebhiyoza;+ yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.