1 Samuweli 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+ Yobhi 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaba uThixo uya kusiva isikhalo sakheUkuba kunokwenzeka afikelwe kukubandezeleka?+ IMizekeliso 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngelo xesha baya kundibiza, kodwa andiyi kuphendula;+ baya kumana bendifuna, kodwa abayi kundifumana,+ Isaya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+ Hezekile 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Nyana womntu, thetha namadoda akhulileyo akwaSirayeli, uthi kuwo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Nizele ukuza kubuzisa kum na?+ ‘Ndiphila nje, andizi kubuzwa nini,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’ Mika 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+
6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+
28 Ngelo xesha baya kundibiza, kodwa andiyi kuphendula;+ baya kumana bendifuna, kodwa abayi kundifumana,+
15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+
3 “Nyana womntu, thetha namadoda akhulileyo akwaSirayeli, uthi kuwo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Nizele ukuza kubuzisa kum na?+ ‘Ndiphila nje, andizi kubuzwa nini,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’
4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+