1 Samuweli 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaza inqwelo yafika entsimini kaYoshuwa umBhete-sheme yema apho, apho kwakukho ilitye elikhulu. Baza bayicanda imithi yenqwelo, iimazi zeenkomo+ ezo bazinikela zangumnikelo otshiswayo kuYehova.+ 1 Kumkani 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+ 1 Kronike 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa uOrnan wathi kuDavide: “Mayisithabathe+ inkosi yam ukumkani ize yenze okulungileyo emehlweni ayo. Khawubone, ndinikela ngeenkomo+ zibe ngumnikelo otshiswayo nesileyi sokubhula+ sibe ziinkuni+ nengqolowa njengomnikelo wokudla okuziinkozo. Ndinikela ngako konke oko.”+
14 Yaza inqwelo yafika entsimini kaYoshuwa umBhete-sheme yema apho, apho kwakukho ilitye elikhulu. Baza bayicanda imithi yenqwelo, iimazi zeenkomo+ ezo bazinikela zangumnikelo otshiswayo kuYehova.+
21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+
23 Kodwa uOrnan wathi kuDavide: “Mayisithabathe+ inkosi yam ukumkani ize yenze okulungileyo emehlweni ayo. Khawubone, ndinikela ngeenkomo+ zibe ngumnikelo otshiswayo nesileyi sokubhula+ sibe ziinkuni+ nengqolowa njengomnikelo wokudla okuziinkozo. Ndinikela ngako konke oko.”+