1 Samuweli 14:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Igama lomfazi kaSawule yayinguAhinowam intombi ka-Ahimahatse, negama lentloko yomkhosi wakhe yayinguAbhinere+ unyana kaNere, uyisekazi kaSawule. 2 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+ 2 Samuweli 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko uAbhinere wathumela abathunywa kuDavide ngoko nangoko, esithi: “Lelikabani na ilizwe?” esongezelela ngokuthi: “Yenza umnqophiso nam, yaye, khangela! isandla sam siya kuba nawe ukuba aphethulelwe kwicala lakho uSirayeli ephela.”+
50 Igama lomfazi kaSawule yayinguAhinowam intombi ka-Ahimahatse, negama lentloko yomkhosi wakhe yayinguAbhinere+ unyana kaNere, uyisekazi kaSawule.
8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+
12 Ngako oko uAbhinere wathumela abathunywa kuDavide ngoko nangoko, esithi: “Lelikabani na ilizwe?” esongezelela ngokuthi: “Yenza umnqophiso nam, yaye, khangela! isandla sam siya kuba nawe ukuba aphethulelwe kwicala lakho uSirayeli ephela.”+