Yoshuwa 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Nabani na ophumela ngaphandle ngeminyango yendlu yakho,+ igazi lakhe loba phezu kwentloko yakhe, sibe msulwa thina; yaye wonk’ ubani oqhubeka enawe endlwini, igazi lakhe loba sezintlokweni zethu ukuba kuye kwasiwa isandla kuye. ABagwebi 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 ukuze ugonyamelo olwalwenziwe koonyana bakaYerubhahali abangamashumi asixhenxe lube nokuza+ nokuze igazi labo alibeke kuAbhimeleki umntakwabo ngenxa yokuba wababulala,+ nakubanini-mhlaba bakwaShekem ngenxa yokuba bazomeleza izandla zakhe+ ukuze ababulale abantakwabo. 2 Samuweli 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kukangakanani ke xa amadoda angendawo+ ebulele indoda elilungisa isemandlalweni wayo endlwini yayo? Ke kaloku ndingalifuni ezandleni zenu+ na igazi layo, yaye andimele ndinitshayele na emhlabeni?”+ 1 Kumkani 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+ Hezekile 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+ IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+
19 Nabani na ophumela ngaphandle ngeminyango yendlu yakho,+ igazi lakhe loba phezu kwentloko yakhe, sibe msulwa thina; yaye wonk’ ubani oqhubeka enawe endlwini, igazi lakhe loba sezintlokweni zethu ukuba kuye kwasiwa isandla kuye.
24 ukuze ugonyamelo olwalwenziwe koonyana bakaYerubhahali abangamashumi asixhenxe lube nokuza+ nokuze igazi labo alibeke kuAbhimeleki umntakwabo ngenxa yokuba wababulala,+ nakubanini-mhlaba bakwaShekem ngenxa yokuba bazomeleza izandla zakhe+ ukuze ababulale abantakwabo.
11 kukangakanani ke xa amadoda angendawo+ ebulele indoda elilungisa isemandlalweni wayo endlwini yayo? Ke kaloku ndingalifuni ezandleni zenu+ na igazi layo, yaye andimele ndinitshayele na emhlabeni?”+
37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+
13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+