1 Samuweli 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+ 1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 2 Samuweli 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa ukuba angathi, ‘Andiyoliswanga nguwe,’ ndim lo, makenze kum kanye njengoko kulungile emehlweni akhe.”+ INdumiso 37:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yiqengqele kuYehova indlela yakho,+Uze uthembele ngaye,+ kwaye yena uya kwenza.+ INdumiso 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngawe siya kuzityhala iintshaba zethu;+Egameni lakho siya kubanyathela abo basivukelayo.+ IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+
18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
26 Kodwa ukuba angathi, ‘Andiyoliswanga nguwe,’ ndim lo, makenze kum kanye njengoko kulungile emehlweni akhe.”+