IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wathi uSawule kumlindi wakhe: “Ukuba ke singaya, siya kumzisela ntoni na umntu lowo?+ ngenxa yokuba isonka sona sithe shwaka kwizikhongozelo zethu, yaye, akukho nto sinokumzisela yona umntu kaTHIXO oyinyaniso, ibe sisipho.+ Yintoni na ke esinayo?”

  • 1 Kumkani 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kumntu kaTHIXO oyinyaniso: “Yiza ndihambe nawe siye endlwini sithabathe isixhaso,+ ndikuphe nesipho.”+

  • 2 Kumkani 4:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Kwakukho indoda eyayivela eBhahali-shalisha,+ kwaye yafika izisele+ umntu kaTHIXO oyinyaniso isonka sentlahlela,+ amashumi amabini ezonka zerhasi,+ nokhozo olutsha engxoweni yayo. Yandula ke yathi: “Nika abantu badle.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share