IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uthabathe esandleni sakho izonka ezilishumi+ nemiqhathane neselwa lobusi,+ ungene kuye.+ Nguye oya kukuxelela ngokuqinisekileyo okuza kwenzeka enkwenkweni.”+

  • 2 Kumkani 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke wabuyela kumntu kaTHIXO oyinyaniso,+ yena nalo lonke iqela lakhe, weza wama phambi kwakhe waza wathi: “Yabona, ndiyazi ngokuqinisekileyo ukuba akukho Thixo naphi na emhlabeni ngaphandle kwakwaSirayeli.+ Ke kaloku, nceda, yamkela isipho esiyintsikelelo+ esivela kumkhonzi wakho.”

  • Yeremiya 40:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wayengekabuyi, ukutsho kukaNebhuzaradan ukuthi: “Buyela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ lowo ukumkani waseBhabhiloni ammiseleyo phezu kwezixeko zakwaYuda, uze uhlale naye phakathi kwabantu; okanye naphi na apho kufanelekileyo emehlweni akho ukuya, yiya.”+

      Kwaye ngoko intloko yamafanankosi yamnika umxhesho wokutya nesipho yaza yamyeka wahamba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share