IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uthabathe esandleni sakho izonka ezilishumi+ nemiqhathane neselwa lobusi,+ ungene kuye.+ Nguye oya kukuxelela ngokuqinisekileyo okuza kwenzeka enkwenkweni.”+

  • 2 Kumkani 4:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Kwakukho indoda eyayivela eBhahali-shalisha,+ kwaye yafika izisele+ umntu kaTHIXO oyinyaniso isonka sentlahlela,+ amashumi amabini ezonka zerhasi,+ nokhozo olutsha engxoweni yayo. Yandula ke yathi: “Nika abantu badle.”+

  • Galati 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share