IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova+ bakhonza ooBhahali.+

  • ABagwebi 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwakhona oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova,+ baqalisa ukukhonza ooBhahali+ nemifanekiso ka-Ashtoreti+ noothixo baseSiriya+ noothixo baseSidon+ noothixo bakwaMowabhi+ noothixo boonyana baka-Amoni+ noothixo bamaFilisti.+ Bamshiya uYehova kwaye abazange bamkhonze.+

  • 2 Kumkani 10:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ndibizele bonke abaprofeti+ bakaBhahali, bonke abanquli bakhe+ nabo bonke ababingeleli bakhe.+ Kungasali namnye, ngenxa yokuba ndinombingelelo omkhulu kaBhahali. Nabani na ongekhoyo akayi kuphila.” Ke yena uYehu, wenza ngobuqili,+ ngenjongo yokubatshabalalisa abanquli bakaBhahali.

  • 2 Kumkani 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Baqhubeka beyishiya yonke imiyalelo+ kaYehova uThixo wabo baza bazenzela imifanekiso etyhidiweyo,+ amathole enkomo amabini,+ benza nesibonda esingcwele,+ yaye baqalisa ukuqubuda kuwo wonke umkhosi wamazulu+ nokukhonza uBhahali;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share