IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 22:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.

  • 1 Kumkani 2:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Waza uKumkani uSolomon waxelelwa oku: “UYowabhi usabele ententeni kaYehova, kwaye nanko ecaleni kwesibingelelo.” Ngoko uSolomon wathumela uBhenaya unyana kaYehoyada, esithi: “Hamba, uye kumhlasela!”+

  • IMizekeliso 19:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+

  • IMizekeliso 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+

  • Daniyeli 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waqumba uNebhukadenetsare, wavutha ngumsindo,+ wathi mabaziswe ooShadraki, noMeshaki, noAbhednego.+ Aziswa ke la madoda omeleleyo phambi kokumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share