IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye uIsake wayeneminyaka engamashumi amane ubudala ukuthabatha kwakhe uRebheka intombi kaBhetuweli+ umSiriya+ wasePadan-aram, udade boLabhan umSiriya, njengomfazi wakhe.

  • Duteronomi 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+

  • 2 Samuweli 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+

  • 2 Kumkani 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 AmaSiriya ayephume aya kuba ngamatutu,+ yaye athimba intombazana encinane kwilizwe lakwaSirayeli,+ kwaye yayiphambi komfazi kaNahaman.

  • Isaya 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 iSiriya ngasempuma+ namaFilisti ngasemva,+ yaye ziya kumdla zimgqibe uSirayeli ngomlomo ovulekileyo.+ Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share